Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Ishigayon kaDavide, awayivumayo kuYehova ngenxa yamazwi kaKushi, umBhenjamin. Yehova, Thixo wam, ndizimela ngawe; Ndisindise kubo bonke abandisukelayo, undihlangule,

2 Hleze bawuqwenge njengengonyama umphefumlo wam, Bawudlavule, kungekho mhlanguli.

3 Yehova, Thixo wam, ukuba ndithe ndenza oku, Ukuba kukho ubugqwetha ezandleni zam,

4 Ukuba ndimphethe kakubi obexolelene nam, Ndambhunyula ondibandezele kungekho sizathu:

5 Maluwusukele utshaba umphefumlo wam, luwufumane, Lubunyashele phantsi ubomi bam, Uzuko lwam lululalise eluthulini. (Phakamisani.)

6 Khawusuk’ ume, Yehova, unomsindo, Kuphakamele ukuphuphuma komsindo wabandibandezelayo; Uvuke, undikhawulele; wena umise umgwebo.

7 Ibandla lezizwe malikungqonge; Ubuyele phezulu phezu kwalo.

8 UYehova uya kugweba phakathi kwezizwe. Lithethe ityala lam, Yehova, ngobulungisa bam, nangokugqibelela kwam okukum.

9 Mabuphele ububi babangendawo, ulizimase ilungisa; Ungumcikidi weentliziyo nezintso, Thixo wobulungisa.

10 Ingweletshetshe yam inoThixo, Umsindisi wabantliziyo zithe tye.

11 UThixo ngumgwebi olilungisa; UnguThixo obhavuma yonke imihla.

12 Ukuba ongendawo uthe akabuya, ulilolile ikrele lakhe; Usityedile isaphetha sakhe, wasilungisa.

13 Uzibhekise kuye izixhobo zokufa, Uzenze zanomlilo iintolo zakhe.

14 Yabona, yena unenimba yobutshinga; Ukhawule ububi, wazala ubuxoki;

15 Umbe umhadi, wawugomba; Weyela esihogweni awasisebenzayo.

16 Ububi bakhe bobuyela entlokweni yakhe, Naselukakayini lwakhe kufike ukugonyamela kwakhe.

17 Ndiya kubulela kuYehova ngokobulungisa bakhe, Ndivume ngendumiso kwigama likaYehova ophezu konke.

<< ← Prev Top Next → >>