Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Kumongameli. Umhobe kaDavide. Ngamana wakuphendula uYehova ngemini yembandezelo, Ngamana lakusa engxondeni igama likaThixo kaYakobi!

2 Wakuthumela uncedo lwasengcweleni, Wakuxhasa eseZiyon!

3 Wayikhumbula yonke iminikelo yakho yokudla, Wawafumana etyebile amadini akho anyukayo! (Phakamisani.)

4 Wakunika ngokwentliziyo yakho, Walizalisa lonke icebo lakho!

5 Singamemelela ngosindiso lwakho, Siphakamise iibhanile zethu egameni loThixo wethu; Azizalise uYehova zonke izicelo zakho.

6 Ndiyazi ngoku ukuba uYehova ngumsindisi womthanjiswa wakhe; Uya kumphendula emazulwini akhe angcwele Ngobugorha obusindisayo besandla sakhe sokunene.

7 Abanye bakhankanya iinqwelo zokulwa, abanye bakhankanye amahashe, Ke thina sikhankanya igama likaYehova uThixo wethu.

8 Bona baguqile bawa; Thina siphakamile sema.

9 Yehova, sindisa; Ukumkani asiphendule ngemini yokubiza kwethu.

<< ← Prev Top Next → >>