Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Memelelani kuYehova, nina malungisa; Ibafanele abathe tye indumiso.

2 Bulelani kuYehova ngohadi, Mbetheleni umrhubhe ontambo zilishumi.

3 Mvumeleni ingoma entsha, Nilungise ukubetha ngelokuduma;

4 Nokuba lithe tye ilizwi likaYehova, Konke akwenzayo kuthembekile.

5 Ngumthandi wobulungisa nokusesikweni, Lizele ihlabathi yinceba kaYehova.

6 Lenzeka ngelizwi likaYehova izulu, Umkhosi walo lonke ngomoya womlomo wakhe.

7 Ulobutha njengemfumba amanzi olwandle, Ulobeka koovimba amanzi enzonzobila.

8 Malimoyike uYehova lonke ihlabathi, Bamhlonele bonke abemi belimiweyo;

9 Ngokuba wathetha, kwabakho; Wawisa umthetho yena, kwema.

10 UYehova ulitshitshisile icebo leentlanga; Uzalele iingcinga zezizwe.

11 Icebo likaYehova limi ngonaphakade, Iingcinga zentliziyo yakhe kwizizukulwana ngezizukulwana.

12 Hayi, uyolo lohlanga oluThixo walo unguYehova; Lwabantu abanyulileyo, baba lilifa kuye.

13 Uqondele esemazulwini uYehova; Uyababona bonke oonyana babantu;

14 Esendaweni yakhe yokuhlala, wondele Kubemi bonke behlabathi:

15 Ulobumba ngakunye intliziyo yabo, Uloqonda zonke izenzo zabo.

16 Akukho kumkani osindiswa yimpi enkulu; Igorha alihlangulwa ngamandla alo amakhulu.

17 Liyaxoka ihashe ukuba lingasindisa, Nangamandla alo amakhulu alinakusiza.

18 Yabona, iliso likaYehova likubo abamoyikayo, Abalindele inceba yakhe,

19 Ukuba awuhlangule ekufeni umphefumlo wabo, Abagcine ngexesha lendlala.

20 Umphefumlo wethu ulindele kuYehova; Nguye uncedo lwethu, nengweletshetshe yethu.

21 Ngokuba iya kuvuya ngaye intliziyo yethu, Sikholosile nje ngegama lakhe elingcwele.

22 Inceba yakho mayibe phezu kwethu, Yehova, Njengoko sikulindeleyo kuwe.

<< ← Prev Top Next → >>