Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Kumongameli. Umhobe kaDavide. Ndihlangule, Yehova, esintwini esinobubi, Ndilondoloze emntwini ogonyamelayo,

2 Abacinga okubi entliziyweni. Imihla yonke baxhaya imfazwe.

3 Balola ulwimi lwabo njengenyoka; Ubuhlungu berhamba busemlonyeni wabo (Phakamisani.)

4 Ndigcine, Yehova, ezandleni zongendawo, Ndilondoloze emntwini ogonyamelayo, Abacinga ukuzikhubekisa iinyawo zam.

5 Abanekratshi bandiqhushekele isibatha nezintya, Baneke umnatha ecaleni kwendlela, Bandithiyele ngemigibe. (Phakamisani.)

6 Ndithi kuYehova, UnguThixo wam; Beka indlebe, Yehova, elizwini lesikhungo sam.

7 Yehova, Nkosi yam, nqaba endisindisayo, Uyigqubuthele intloko yam ngemini yeduli.

8 Musa ukumnika, Yehova, ongendawo iminqweno yakhe; Musa ukuwuphumelelisa umnkqangiyelo wakhe, Hleze aziphakamise. (Phakamisani.)

9 Yona intloko yabandingqingayo, Ububi bomlomo wabo mabubagubungele.

10 Mabathotyelwe amalahle avuthayo; Makabawise emlilweni, emimbithini, bangabi saphuma.

11 Indoda enolwimi mayingazinzi ehlabathini; Indoda enokugonyamela, ububi mabuyizingele ngembembetshane.

12 Ndiyazi ukuba uYehova uya kulifeza Ityala losizana, ibango lamahlwempu.

13 Inene, amalungisa aya kubulela kwigama lakho; Baya kuhlala ebusweni bakho abathe tye.

<< ← Prev Top Next → >>