Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Umhobe kaDavide. Yehova, ndiyakunqula, khawuleza uze kum; Libekele indlebe izwi lam ekudandulukeni kwam kuwe.

2 Umthandazo wam mawuhlale uhleli phambi kwakho usisiqhumiso, Nokuphakamisa kwam izandla kube ngumnikelo wangokuhlwa.

3 Umlomo wam wumisele umlindi, Yehova; Misa umgcini emnyango womlomo wam.

4 Intliziyo yam musa ukuyithobela entweni embi, Ukuba isebenze intlondi yokungendawo Namadoda asebenza ubutshinga; Mandingazidli izimnandi zawo.

5 Malindibethe ilungisa linenceba, lindohlwaye; Ioli enjalo yentloko ayingeyali intloko yam: Ngokuba usekho nomthandazo wam ebubini bawo.

6 Bakhahlelwa emacaleni engxondorha abagwebi bawo, Beve amazwi am ukuba amnandi.

7 Njengolimayo enqika umhlaba, Anjalo ukuthi saa amathambo ethu emlonyeni wengcwaba.

8 Ngokuba akuwe, Yehova, Nkosi yam, amehlo am; Ndizimela ngawe; musa ukuwuphalaza umphefumlo wam.

9 Ndigcine esangweni lomgibe wabandithiyelayo, Nasezirhintyelweni zabasebenza ubutshinga.

10 Mabeyele ezintanjeni zabo abangendawo, Ndide ndidlule mna okukanye.

<< ← Prev Top Next → >>