Holy Bible project logo icon
FREE OFF-line Bible for Android Get Bible on Google Play QR Code Android Bible
Holy Bible
for Android

is a powerful Bible Reader which has possibility to download different versions of Bible to your Android device.

Bible Verses
for Android

Bible verses includes the best bible quotes in more than 35 languages

Pear Bible KJV
for Android

is an amazing mobile version of King James Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible BBE
for Android

is an amazing mobile version of Bible in Basic English that will help you to read this excellent book in any place you want.

Pear Bible ASV
for Android

is an amazing mobile version of American Standard Version Bible that will help you to read this excellent book in any place you want.

BIBLE VERSIONS / Izhibhalo Ezingcwele / izeZetestanente Endala / IiNdumiso

Izhibhalo Ezingcwele - Xhosa Bible, H. Dugmore, 1859

UYobhi IiNdumiso ImiZekeliso

Chapitre 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 37 38 39 40 41 42 43 44 45 46 47 48 49 50 51 52 53 54 55 56 57 58 59 60 61 62 63 64 65 66 67 68 69 70 71 72 73 74 75 76 77 78 79 80 81 82 83 84 85 86 87 88 89 90 91 92 93 94 95 96 97 98 99 100 101 102 103 104 105 106 107 108 109 110 111 112 113 114 115 116 117 118 119 120 121 122 123 124 125 126 127 128 129 130 131 132 133 134 135 136 137 138 139 140 141 142 143 144 145 146 147 148 149 150

1 Umhobe kaDavide. Yehova, yiva umthandazo wam, kubekele indlebe ukutarhuzisa kwam; Ndiphendule ngokunyaniseka kwakho, ngobulungisa bakho.

2 Musa ukumsa ematyaleni umkhonzi wakho: Ngokuba phambi kwakho akukho namnye uhleliyo olilungisa.

3 Ngokuba utshaba luwusukele umphefumlo wam, Lubutyumzele emhlabeni ubomi bam; Lundihlalise ezindaweni ezimnyama, njengabafe ngonaphakade.

4 Utyhafile phakathi kwam umoya wam; Imangalisiwe phakathi kwam intliziyo yam.

5 Ndikhumbula imihla yamandulo; Ndicamngca ngemisebenzi yakho yonke, Ndicamngca ngesenzo sezandla zakho.

6 Ndizolulela kuwe izandla zam, Umphefumlo wam ukungxamele njengelizwe elibharhileyo. (Phakamisani.)

7 Khawuleza undiphendule, Yehova; uyaphela umoya wam. Musa ukubusithelisa kum ubuso bakho, Ndifane nabahla baye emhadini.

8 Ndivise kwakusasa inceba yakho, Ngokuba ndikholose ngawe. Ndazise indlela endiya kuhamba ngayo: Ngokuba ndiwuphakamisela kuwe umphefumlo wam.

9 Ndihlangule ezintshabeni zam, Yehova. Ndizimela ngawe.

10 Ndifundise ukwenza ikholo lakho, ngokuba unguThixo wam. UMoya wakho olungileyo makandikhaphele ezweni elisithabazi.

11 Ngenxa yegama lakho, Yehova, ndiphilise; Wukhuphe embandezelweni umphefumlo wam ngobulungisa bakho.

12 Ngenceba yakho zibhangise iintshaba zam, Ubatshabalalise bonke abawubandezelayo umphefumlo wam, Ngokuba ndingumkhonzi wakho.

<< ← Prev Top Next → >>